ndandino mfana omuhle igama lakhe uthandolwethu bengimthanda endithanda sasingohlulwa nazizuthumo wayo phul’nhliziyo yam ndingamcingelanga wayo phul’nhliziyo yam ndingalindelanga wethandolwethu, wethandolwethu ndakwenzani na thandolwethu ndakwenzani na thandolwethu hooo uu-uu-uu-uu ho u ndikxelele bengicinga ukuba ndizohlala nawe ngoba konke bendingazi bendicinga ukuba ungowami kanti ungowethu sonke wayo phul’nhliziyo yam ndingamcingelanga wayo phul’nhliziyo yam ndingamlindelanga wethandolwethu, wethandolwethu ndakwenzani […]
Recent Comments